Yobhi 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kukho Lowo ungakhethi nkosanaUnganikelanga ngqalelo engakumbi kwisidwangube kunakulowo usweleyo,+Kuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.+ INdumiso 139:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Amehlo akho andibona ndiseyimbumba,+Yaye zonke iinxalenye zam zazibhalwe phantsi encwadini yakho,Ngokubhekisele kwiimini ezayilwa ngazo+Kwakungekabikho nanye phakathi kwazo. IMizekeliso 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Oqhatha osweleyo uyamngcikiva uMenzi wakhe,+ kodwa obabala ihlwempu uyamzukisa.+ IMizekeliso 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Osisityebi nosweleyo bayahlangabezana.+ UMenzi wabo bonke nguYehova.+ Malaki 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Asinabawo omnye sonke na?+ AsingoThixo omnye na osidalileyo?+ Kutheni na ukuze siqhubane ngobuqhophololo,+ sihlambela umnqophiso wookhokho bethu?+
19 Kukho Lowo ungakhethi nkosanaUnganikelanga ngqalelo engakumbi kwisidwangube kunakulowo usweleyo,+Kuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.+
16 Amehlo akho andibona ndiseyimbumba,+Yaye zonke iinxalenye zam zazibhalwe phantsi encwadini yakho,Ngokubhekisele kwiimini ezayilwa ngazo+Kwakungekabikho nanye phakathi kwazo.
10 “Asinabawo omnye sonke na?+ AsingoThixo omnye na osidalileyo?+ Kutheni na ukuze siqhubane ngobuqhophololo,+ sihlambela umnqophiso wookhokho bethu?+