Genesis 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+ Duteronomi 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho. Efese 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova.
19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+
7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho.
4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova.