INdumiso 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngenxa yokuphangwa kwabo baxhwalekileyo, ngenxa yokuncwina kwabo bangamahlwempu,+Ngesi sihlandlo ndiya kuvuka,” utsho uYehova.+“Ndiya kumbeka endaweni ekhuselekileyo kuye nabani na omfuthelayo.”+ IMizekeliso 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Oqhatha osweleyo uyamngcikiva uMenzi wakhe,+ kodwa obabala ihlwempu uyamzukisa.+ Mika 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Banqwenele amasimi baza bawahlutha; nezindlu, baza bazithabatha;+ yaye baqhathe indoda eyomeleleyo nendlu yayo,+ indoda nelifa layo.+
5 “Ngenxa yokuphangwa kwabo baxhwalekileyo, ngenxa yokuncwina kwabo bangamahlwempu,+Ngesi sihlandlo ndiya kuvuka,” utsho uYehova.+“Ndiya kumbeka endaweni ekhuselekileyo kuye nabani na omfuthelayo.”+
2 Banqwenele amasimi baza bawahlutha; nezindlu, baza bazithabatha;+ yaye baqhathe indoda eyomeleleyo nendlu yayo,+ indoda nelifa layo.+