Yoshuwa 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko bona, ngokuzithandela kwabo, benza ngobuqili,+ bahamba bazithabathela umphako yaye bawathabathela iingxowa ezigugileyo amaesile abo, neentsuba zewayini ezigugileyo nezigqabhukileyo zaza zabotshwa,+ 1 Samuweli 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Khanincede, nihambe, nizingise ngakumbi ukuze niqinisekise nize nibone indawo yakhe oluba kuyo unyawo lwakhe—nabani na ombonileyo apho—kuba kuthiwe kum ngokuqinisekileyo yena unobuqhokolo.+ IMizekeliso 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nabani na osisidenge akabi nantlonelo ngengqeqesho kayise,+ kodwa nabani na osihlonelayo isohlwayo unobuqili.+ Mateyu 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+
4 Ngoko bona, ngokuzithandela kwabo, benza ngobuqili,+ bahamba bazithabathela umphako yaye bawathabathela iingxowa ezigugileyo amaesile abo, neentsuba zewayini ezigugileyo nezigqabhukileyo zaza zabotshwa,+
22 Khanincede, nihambe, nizingise ngakumbi ukuze niqinisekise nize nibone indawo yakhe oluba kuyo unyawo lwakhe—nabani na ombonileyo apho—kuba kuthiwe kum ngokuqinisekileyo yena unobuqhokolo.+
5 Nabani na osisidenge akabi nantlonelo ngengqeqesho kayise,+ kodwa nabani na osihlonelayo isohlwayo unobuqili.+
16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+