INdumiso 62:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kholosani ngaye ngamaxesha onke, nina bantu.+Phalazani intliziyo yenu phambi kwakhe.+UThixo uyindawo yethu yokusabela.+ Seʹlah. IMizekeliso 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kholosa ngoYehova ngayo yonke intliziyo yakho,+ ungayami ngokwakho ukuqonda.+ Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+ 1 Petros 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 nina eningamakholwa ngaye kuThixo,+ lowo wamvusayo kwabafileyo+ waza wamnika uzuko;+ ukuze ukholo nethemba lenu libe kuThixo.+
8 Kholosani ngaye ngamaxesha onke, nina bantu.+Phalazani intliziyo yenu phambi kwakhe.+UThixo uyindawo yethu yokusabela.+ Seʹlah.
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+
21 nina eningamakholwa ngaye kuThixo,+ lowo wamvusayo kwabafileyo+ waza wamnika uzuko;+ ukuze ukholo nethemba lenu libe kuThixo.+