Duteronomi 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Uze ungawunciphisi umda wedlelane lakho,+ awawumisayo amanyange elifeni lakho oya kulidla ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulidle ilifa.
14 “Uze ungawunciphisi umda wedlelane lakho,+ awawumisayo amanyange elifeni lakho oya kulidla ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulidle ilifa.