Duteronomi 27:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uqalekisiwe onciphisa umda wedlelane lakhe.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Yobhi 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kukho abo babuyisela umva imilimandlela;+Baxhwila umhlambi, ukuze bawaluse. IMizekeliso 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukuwunciphisa umda wakudala,+ ungangeni entsimini yamakhwenkwe angenayise.+