Yobhi 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Koda kube nini na nisenza amaqashiso nangomntu ongenayise,+Ninanise ngeqabane lenu!+ INdumiso 94:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Babulala umhlolokazi nomphambukeli,+Namakhwenkwe angenayise bayawabulala.+ Yeremiya 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+
6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+