INdumiso 37:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Mlinde ongenakusoleka uze umkhangele othe tye,+Kuba ikamva laloo mntu liya kuba leloxolo.+ Yeremiya 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Kuba mna ndizazi kakuhle iingcamango endizicingayo ngani,’+ utsho uYehova, ‘iingcamango zoxolo, kungekhona ezentlekele,+ ukuba ndininike ikamva nethemba.+ Roma 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Noko ke, ngoku, ngenxa yokuba nikhululwe esonweni naba ngamakhoboka kaThixo,+ nifumana isiqhamo senu+ ngendlela yobungcwele, kwaye isiphelo bubomi obungunaphakade.+
11 “‘Kuba mna ndizazi kakuhle iingcamango endizicingayo ngani,’+ utsho uYehova, ‘iingcamango zoxolo, kungekhona ezentlekele,+ ukuba ndininike ikamva nethemba.+
22 Noko ke, ngoku, ngenxa yokuba nikhululwe esonweni naba ngamakhoboka kaThixo,+ nifumana isiqhamo senu+ ngendlela yobungcwele, kwaye isiphelo bubomi obungunaphakade.+