Numeri 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+ Yeremiya 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Kuba yabonani, ndithumela phakathi kwenu iinyoka, iinyoka ezinobuhlungu,+ ekungenakusetyenziswa makhubalo kuzo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuniluma,” utsho uYehova.
9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+
17 “Kuba yabonani, ndithumela phakathi kwenu iinyoka, iinyoka ezinobuhlungu,+ ekungenakusetyenziswa makhubalo kuzo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuniluma,” utsho uYehova.