INdumiso 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba bathumele okubi kuwe;+Bacinge iingcamango abangakwaziyo ukuziphumeza.+ IMizekeliso 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bubugwenxa entliziyweni yakhe.+ Uyila ububi ngalo lonke ixesha.+ Ubangela usukuzwano kuphela.+ IMizekeliso 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Olungileyo uzuza inkoliseko kaYehova,+ kodwa umntu weengcinga ezingendawo umvakalisa engongendawo.+ Roma 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 abadli-zithende,+ bemthiyile uThixo, bengabasileyo,+ abanekratshi,+ abazidlayo,+ abayili bezinto ezimbi,+ bengabathobeli abazali,+
2 Olungileyo uzuza inkoliseko kaYehova,+ kodwa umntu weengcinga ezingendawo umvakalisa engongendawo.+
30 abadli-zithende,+ bemthiyile uThixo, bengabasileyo,+ abanekratshi,+ abazidlayo,+ abayili bezinto ezimbi,+ bengabathobeli abazali,+