Duteronomi 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Xa kuthe kwabakho impikiswano phakathi kwabantu,+ baza baya ematyaleni ukuze bagwetyelwe ityala labo,+ umele lowo ulilungisa avakaliswe elilungisa nalowo ungendawo avakaliswe engongendawo.+ 1 Kumkani 8:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 kwanga ungeva nawe usemazulwini, uze ubagwebe abakhonzi bakho ngokuvakalisa lowo ungendawo engongendawo ngokubeka indlela yakhe phezu kwentloko yakhe,+ nangokuvakalisa lowo ulilungisa elilungisa+ ngokumnika ngokuvisisana nobulungisa bakhe.+ Isaya 32:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Lowo ungenangqiqo akasayi kuba sabizwa ngokuba unesisa; ke lona itshivela, akuyi kuthiwa lisisidwangube;+
25 “Xa kuthe kwabakho impikiswano phakathi kwabantu,+ baza baya ematyaleni ukuze bagwetyelwe ityala labo,+ umele lowo ulilungisa avakaliswe elilungisa nalowo ungendawo avakaliswe engongendawo.+
32 kwanga ungeva nawe usemazulwini, uze ubagwebe abakhonzi bakho ngokuvakalisa lowo ungendawo engongendawo ngokubeka indlela yakhe phezu kwentloko yakhe,+ nangokuvakalisa lowo ulilungisa elilungisa+ ngokumnika ngokuvisisana nobulungisa bakhe.+
5 Lowo ungenangqiqo akasayi kuba sabizwa ngokuba unesisa; ke lona itshivela, akuyi kuthiwa lisisidwangube;+