INdumiso 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abantu abangendawo+ baya kubuyela eShiyol,+Kwanazo zonke iintlanga ezimlibalayo uThixo.+ INdumiso 73:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngokuqinisekileyo ubabeka emhlabeni omtyibilizi.+Ubenze bawa bonakala.+ IMizekeliso 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukukhunjulwa kwelungisa kuyintsikelelo,+ kodwa igama labakhohlakeleyo liya kubola.+ Isaya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+
11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+