Luka 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa xa umenyiwe, hamba uye kungqendeva kweyona ndawo iphantsi,+ ukuze xa umntu okumemileyo esiza athi kuwe, ‘Mhlobo, nyukela ngasentla.’ Uya kwandula ke uhlonelwe zizo zonke iindwendwe ezingamadlelane akho.+
10 Kodwa xa umenyiwe, hamba uye kungqendeva kweyona ndawo iphantsi,+ ukuze xa umntu okumemileyo esiza athi kuwe, ‘Mhlobo, nyukela ngasentla.’ Uya kwandula ke uhlonelwe zizo zonke iindwendwe ezingamadlelane akho.+