ABagwebi 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke kaloku emva kwethuba wabuyela kuye ukuze amthabathe amse ekhaya.+ Ngelo xesha waphambuka waya kukhangela isidumbu sengonyama, kwaye apho kwakukho ibubu leenyosi kwisidumbu sengonyama, nobusi.+ IMizekeliso 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nyana wam, yidla ubusi, kuba bulungile; nenqatha lobusi libe senkalakahleni yakho.+
8 Ke kaloku emva kwethuba wabuyela kuye ukuze amthabathe amse ekhaya.+ Ngelo xesha waphambuka waya kukhangela isidumbu sengonyama, kwaye apho kwakukho ibubu leenyosi kwisidumbu sengonyama, nobusi.+