IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 15:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Amehlo aqaqambileyo+ avuyisa intliziyo;+ ingxelo+ elungileyo ityebisa amathambo.+

  • Isaya 52:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Hayi indlela ezibukeka ngayo ezintabeni iinyawo+ zalowo uzisa iindaba ezilungileyo,+ lowo uvakalisa uxolo,+ lowo uzisa iindaba ezilungileyo zento elunge ngakumbi,+ lowo uvakalisa usindiso,+ lowo uthi kwiZiyon: “UThixo wakho uye waba ngukumkani!”+

  • Luka 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa ingelosi yathi kubo: “Musani ukoyika, kuba, khangelani! ndivakalisa kuni iindaba ezilungileyo zovuyo olukhulu olo bonke abantu baya kuba nalo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share