IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 20:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Waza uSawule wambinza ngomkhonto ukuze amxabele;+ uYonatan wazi ukuba uyise wayemisele ukuba abulawe uDavide.+

  • IMizekeliso 16:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ozeka kade umsindo ulunge ngakumbi kunendoda enamandla,+ yaye owulawulayo umoya wakhe ungaphezu kothimba isixeko.+

  • IMizekeliso 22:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Musa ukuba liqabane lakhe nabani na onomsindo;+ yaye ungahlali nomntu obhabhama ngumsindo,

  • IMizekeliso 29:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Isiyatha sikhupha wonke umoya waso, kodwa isilumko siwugcina uzolile kude kuse ekupheleni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share