2 Samuweli 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uYowabhi wathi kuAmasa: “Kusekuhle na kuwe, mzalwana wam?”+ Wandula ke uYowabhi wambamba uAmasa ngeendevu ngesandla sokunene khon’ ukuze amange.+ Mateyu 12:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+ Luka 22:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngoxa wayesathetha, khangela! isihlwele, yaye umntu obizwa ngokuba nguYudas, omnye wabalishumi elinesibini, wayehamba phambi kwaso;+ yaye wasondela kuYesu ukuze amange.+
9 Waza uYowabhi wathi kuAmasa: “Kusekuhle na kuwe, mzalwana wam?”+ Wandula ke uYowabhi wambamba uAmasa ngeendevu ngesandla sokunene khon’ ukuze amange.+
34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+
47 Ngoxa wayesathetha, khangela! isihlwele, yaye umntu obizwa ngokuba nguYudas, omnye wabalishumi elinesibini, wayehamba phambi kwaso;+ yaye wasondela kuYesu ukuze amange.+