Levitikus 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso. Mateyu 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho wenza isono, yiya usidandalazise isiphoso sakhe phakathi kwakho naye ninedwa.+ Ukuba uyakuphulaphula, umzuzile umzalwana wakho.+
17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.
15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho wenza isono, yiya usidandalazise isiphoso sakhe phakathi kwakho naye ninedwa.+ Ukuba uyakuphulaphula, umzuzile umzalwana wakho.+