IMizekeliso 23:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 “Bandibethile, kodwa andagula; bandintlithile, kodwa andakwazi oko. Ndiya kuvuka nini na?+ Ndiya kufuna engakumbi.”+
35 “Bandibethile, kodwa andagula; bandintlithile, kodwa andakwazi oko. Ndiya kuvuka nini na?+ Ndiya kufuna engakumbi.”+