Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. 1 Kumkani 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+ Mateyu 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko wawaphosa amaqhosha esilivere etempileni waza wemka, waya kuzixhoma.+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+