IMizekeliso 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ulwimi oluxokayo luyamthiya otyunyuziweyo lulo,+ yaye umlomo onkwalambisayo ubangela ubhukuqo.+ Roma 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo.
18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo.