IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 22:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ekugqibeleni ukumkani wathi kuDowegi:+ “Jika wena uze uhlasele aba bingeleli!” Ngoko nangoko uDowegi umEdom+ wajika waza wabahlasela ngokwakhe ababingeleli wabulala+ ngaloo mini amadoda angamashumi asibhozo anesihlanu athwala iefodi+ yelinen.

  • IMizekeliso 22:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Musa ukuba liqabane lakhe nabani na onomsindo;+ yaye ungahlali nomntu obhabhama ngumsindo,

  • Yakobi 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba apho kukho ikhwele+ nokusukuzana, kubakho isidubedube nabo bonke ububi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share