1 Samuweli 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.” 1 Kumkani 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye babeqhubeka besiza bevela kuzo zonke izizwana beze kuva ubulumko bukaSolomon,+ kwanakubo bonke ookumkani bomhlaba ababevile ngobulumko bakhe.+
5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.”
34 Yaye babeqhubeka besiza bevela kuzo zonke izizwana beze kuva ubulumko bukaSolomon,+ kwanakubo bonke ookumkani bomhlaba ababevile ngobulumko bakhe.+