IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nize ningongezi ezwini endiniyalela lona, yaye ninganciphisi kulo,+ ukuze niyigcine imiyalelo kaYehova uThixo wenu endiniyalela yona.

  • Duteronomi 12:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Onke amazwi endiniyalela wona nize niwenze ngenyameko.+ Ningongezi kuwo yaye ninganciphisi kuwo.+

  • IMizekeliso 30:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Musa ukongeza kumazwi akhe,+ ukuze angakohlwayi, nokuze ungangqineki ulixoki.+

  • Yohane 20:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngokuqinisekileyo, uYesu wenza kwaneminye imiqondiso emininzi phambi kwabafundi bakhe, engabhalwanga phantsi kulo msongo.+

  • 2 Korinte 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba, ngokunjalo, ukuba uthile uyeza aze ashumayele uYesu ongenguye lowo samshumayelayo,+ okanye namkela umoya ongenguwo lowo nawamkelayo,+ okanye iindaba ezilungileyo+ ezingezizo ezo nazamkelayo, nimnyamezela ngokulula.+

  • Galati 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Noko ke, ukuba thina okanye ingelosi yasezulwini ivakalise kuni iindaba ezilungileyo ezingaphaya kwezo sazivakalisayo kuni, makaqalekiswe lowo.+

  • 1 Yohane 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 kodwa onke amazwi aphefumlelweyo angamvumiyo uYesu akaphumi kuThixo.+ Kunoko, lawo ngamazwi aphefumlelweyo omchasi-Kristu enevayo ukuba ayeza,+ yaye ngoku sele ekho ehlabathini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share