Mateyu 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini!+ ngokuba ninentsobi yamangcwaba aqatywe mhlophe,+ ngaphandle eneneni abonakala emahle kodwa ngaphakathi azele ngamathambo abantu abafileyo nalo lonke uhlobo lokungahlambuluki. Luka 11:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Nina baFarisi, nihlambulula umphandle wendebe nesitya, kodwa ngaphakathi+ nizele kukuphanga nobungendawo.+
27 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini!+ ngokuba ninentsobi yamangcwaba aqatywe mhlophe,+ ngaphandle eneneni abonakala emahle kodwa ngaphakathi azele ngamathambo abantu abafileyo nalo lonke uhlobo lokungahlambuluki.
39 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Nina baFarisi, nihlambulula umphandle wendebe nesitya, kodwa ngaphakathi+ nizele kukuphanga nobungendawo.+