Rute 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ke, ntombi yam, musa ukoyika. Ndiya kukwenzela konke oko ukutshoyo,+ kuba wonk’ ubani osemasangweni abantu bam uyakuqonda ukuba ungumfazi obalaseleyo.+ IMizekeliso 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umfazi ofanelekileyo usisithsaba kumnini wakhe,+ kodwa owenza okuziintloni unjengokubola emathanjeni akhe.+ IMizekeliso 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Lilifa elivela kooyise indlu nobutyebi,+ kodwa umfazi oyingqondi uvela kuYehova.+
11 Yaye ke, ntombi yam, musa ukoyika. Ndiya kukwenzela konke oko ukutshoyo,+ kuba wonk’ ubani osemasangweni abantu bam uyakuqonda ukuba ungumfazi obalaseleyo.+
4 Umfazi ofanelekileyo usisithsaba kumnini wakhe,+ kodwa owenza okuziintloni unjengokubola emathanjeni akhe.+