IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 73:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Owu hayi indlela abayinto yokukhwankqiswa ngayo njengephanyazo!+

      Hayi indlela abafikelele esiphelweni sabo ngayo, bafikelele esiphelweni ngento enkwantyisa ngequbuliso!

  • Mateyu 24:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu+ ekungazange kubekho injengayo ukususela ekuqaleni kwehlabathi de kube ngoku,+ nekungasayi kubakho injengayo kwakhona.

  • 1 Tesalonika 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba nazi kakuhle ukuba imini kaYehova+ iza kanye njengesela ebusuku.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share