IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 9:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ekuhambeni kwethuba uYehu wafika eYizereli,+ yaye uIzebhele+ wakuva oko. Kwaye wawaqaba+ amehlo akhe ngesithambiso esimnyama walungisa nentloko yakhe kakuhle+ waza wakhangela phantsi ngefestile.+

  • Estere 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 mabeze noVashti ukumkanikazi enesigqubuthelo sentloko sasebukhosini phambi kokumkani, ukuze abonise izizwana neenkosana ukuthandeka kwakhe; kuba wayemhle ngembonakalo.+

  • IMizekeliso 6:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Musa ukubunqwenela ubuhle bakhe ngentliziyo yakho,+ yaye ungathabatheki ngamehlo akhe akhazimlayo,+

  • 1 Petros 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba “yonke inyama injengengca, yaye lonke uzuko lwayo lunjengentyatyambo yengca;+ ingca iyabuna, nentyatyambo iyavuthuluka,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share