Nehemiya 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye baqhubeka befunda+ ngokuvakalayo encwadini, emthethweni woTHIXO oyinyaniso, ucaciswa ngokucokisekileyo, kuchazwa intsingiselo yawo; yaye babekuqonda oko kwakufundwa.+ INdumiso 49:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umlomo wam uya kuthetha izinto zobulumko,+Nokucamngca kwentliziyo yam kuya kuba kokwezinto zokuqonda.+ IMizekeliso 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko,+ nokwaziwa kwaLowo Ungoyena Ungcwele kukuqonda.+
8 Kwaye baqhubeka befunda+ ngokuvakalayo encwadini, emthethweni woTHIXO oyinyaniso, ucaciswa ngokucokisekileyo, kuchazwa intsingiselo yawo; yaye babekuqonda oko kwakufundwa.+
3 Umlomo wam uya kuthetha izinto zobulumko,+Nokucamngca kwentliziyo yam kuya kuba kokwezinto zokuqonda.+