IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Habhakuki 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uYehova wandiphendula wathi: “Wubhale phantsi umbono, uze uwukrole ngokucacileyo emacwecweni,+ ukuze lowo uwufunda ngokuvakalayo enjenjalo ngokutyibilikayo.+

  • Luka 24:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Yaye eqalela kuMoses+ nakubaProfeti+ bonke wabatolikela izinto eziphathelele yena kuzo zonke iZibhalo.

  • IZenzo 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Lathi: “Ngokwenene, ndingakwenza njani oko, ngaphandle kokuba ndikhokelwe nguthile?” Yaye lambongoza uFilipu ukuba akhwele aze ahlale phantsi kunye nalo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share