Duteronomi 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho. IMizekeliso 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yiphulaphuleni, bonyana, ingqeqesho kayihlo+ nize ninikele ingqalelo, khon’ ukuze nikwazi ukuqonda.+ IMizekeliso 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Owu nyana wam, gcina umyalelo kayihlo,+ ungawushiyi umthetho kanyoko.+ Efese 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova. Hebhere 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngapha koko, sasinoobawo bethu bokwenyama bokusiqeqesha,+ yaye sasibahlonela. Asisayi kuthi na sizithobe kakhulu ngakumbi kuBawo wobomi bethu bokomoya size siphile?+
7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho.
4 Yiphulaphuleni, bonyana, ingqeqesho kayihlo+ nize ninikele ingqalelo, khon’ ukuze nikwazi ukuqonda.+
4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova.
9 Ngapha koko, sasinoobawo bethu bokwenyama bokusiqeqesha,+ yaye sasibahlonela. Asisayi kuthi na sizithobe kakhulu ngakumbi kuBawo wobomi bethu bokomoya size siphile?+