IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 18:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Lahlani konke ukunxaxha kwenu eniye nanxaxha ngako+ nize nizenzele intliziyo entsha+ nomoya omtsha,+ kuba kutheni na ukuba nife,+ ndlu kaSirayeli?’

  • Efese 4:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 yokuba nifanele nibulahle ubuntu obudala+ obuvisisana nehambo yenu yangaphambili nobonakaliswe+ yiminqweno yabo ekhohlisayo;+

  • Yakobi 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko ke lahlani bonke ubunyhukunyhuku naloo nto igqithiseleyo, ububi,+ nize ngobulali namkele ukumiliselwa kwelizwi+ elikwaziyo ukusindisa imiphefumlo yenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share