46 Yaye ngoko, bethetha ngenkalipho, uPawulos noBharnabhas bathi: “Kwakuyimfuneko ngelizwi likaThixo ukuba lithethwe kuni kuqala.+ Ekubeni nina nilityhalela kude+ kuni yaye ningazigwebi ningababufanelekeleyo ubomi obungunaphakade, khangelani! siphethukela ezintlangeni.+