IMizekeliso 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 yaye oko kuya kuba bubomi emphefumlweni wakho+ nomtsalane emqaleni wakho.+ Yohane 7:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Amagosa aphendula athi: “Akuzange kubekho omnye umntu othetha njengalo.”+ Kolose 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amazwi enu makasoloko ekholekile,+ enongwe ngetyuwa,+ ukuze nikwazi ukuphendula+ bonke ngabanye.