Mateyu 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Niyityuwa+ yomhlaba; ke ukuba ityuwa ithe yaphelelwa sisongo sayo, buya kubuyiselwa njani na ubutyuwa bayo? Ayisenamsebenzi konke konke ngaphandle kokulahlelwa phandle+ ukuze inyathelwe ngabantu. Marko 9:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ityuwa isulungekile; kodwa ukuba ityuwa iphelelwa sisongo sayo, niya kuyinonga ngantoni na yona ngokwayo?+ Yibani netyuwa+ kuni, yaye hlalani ninoxolo+ phakathi kwenu.”
13 “Niyityuwa+ yomhlaba; ke ukuba ityuwa ithe yaphelelwa sisongo sayo, buya kubuyiselwa njani na ubutyuwa bayo? Ayisenamsebenzi konke konke ngaphandle kokulahlelwa phandle+ ukuze inyathelwe ngabantu.
50 Ityuwa isulungekile; kodwa ukuba ityuwa iphelelwa sisongo sayo, niya kuyinonga ngantoni na yona ngokwayo?+ Yibani netyuwa+ kuni, yaye hlalani ninoxolo+ phakathi kwenu.”