IMizekeliso 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Nangona isandla sibambana nesandla, akayi kungohlwaywa onobubi;+ kodwa inzala yamalungisa ngokuqinisekileyo iya kusinda.+ Efese 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Makungabikho mntu unikhohlisayo ngamazwi alambathayo,+ kuba iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo koonyana bokungathobeli.+ Hebhere 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+
21 Nangona isandla sibambana nesandla, akayi kungohlwaywa onobubi;+ kodwa inzala yamalungisa ngokuqinisekileyo iya kusinda.+
6 Makungabikho mntu unikhohlisayo ngamazwi alambathayo,+ kuba iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo koonyana bokungathobeli.+
4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+