Genesis 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaza yahlabela mgama isithi: “Musa ukusisa isandla sakho kuyo inkwenkwe yaye uze ungenzi nto konke konke kuyo,+ kuba ndiyazi ngoku ukuba uyamoyika uThixo, ekubeni ungakhange wale nonyana wakho kum, engokuphela kwakhe.”+ 1 Samuweli 30:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwakungekho nto yabo yasalayo, ukususela kweyona incinane kuse kweyona inkulu noonyana neentombi nakwixhoba elo, ukusa kuyo nantoni na awayezithabathele yona.+ Yonk’ into uDavide wayibuyisa.
12 Yaza yahlabela mgama isithi: “Musa ukusisa isandla sakho kuyo inkwenkwe yaye uze ungenzi nto konke konke kuyo,+ kuba ndiyazi ngoku ukuba uyamoyika uThixo, ekubeni ungakhange wale nonyana wakho kum, engokuphela kwakhe.”+
19 Kwakungekho nto yabo yasalayo, ukususela kweyona incinane kuse kweyona inkulu noonyana neentombi nakwixhoba elo, ukusa kuyo nantoni na awayezithabathele yona.+ Yonk’ into uDavide wayibuyisa.