INdumiso 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uhlala elalele imizi;Ekwindawo efihlakeleyo uya kubulala umntu omsulwa.+ע [ʽAʹyin]Amehlo akhe akhangela lowo uselishweni.+ INdumiso 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ufana nengonyama elangazelela ukuqwenga+Kwanengonyama entsha ehleli kwiindawo ezifihlakeleyo. INdumiso 56:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bayahlasela, bayazifihla,+Bona baqhubeka bejonge amanyathelo am,+Ngoxa belindele umphefumlo wam.+ Mateyu 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baza baceba+ ukumbamba uYesu ngobuqhophololo, bambulale. IZenzo 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke ngoko, nina neSanhedrin yenzani kucace kumphathi-mkhosi ukuba ufanele amhlisele kuni, nenze ngathi nisazimisele ukumncina ngakumbi ngemibandela embandakanyayo.+ Kodwa ngaphambi kokuba asondele siya kube sesilungele ukumbulala.”+
8 Uhlala elalele imizi;Ekwindawo efihlakeleyo uya kubulala umntu omsulwa.+ע [ʽAʹyin]Amehlo akhe akhangela lowo uselishweni.+
15 Ke ngoko, nina neSanhedrin yenzani kucace kumphathi-mkhosi ukuba ufanele amhlisele kuni, nenze ngathi nisazimisele ukumncina ngakumbi ngemibandela embandakanyayo.+ Kodwa ngaphambi kokuba asondele siya kube sesilungele ukumbulala.”+