Duteronomi 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Malingathinjwa njengesibambiso ilitye lokuguba okanye ilitye lokusila langaphezulu,+ kuba kukuthimba umphefumlo njengesibambiso oko. Yobhi 31:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ukuba isiqhamo sawo ndisidle ngaphandle kwemali,+Nomphefumlo wabanini bawo ndiwubangele wakhefuzela,+
6 “Malingathinjwa njengesibambiso ilitye lokuguba okanye ilitye lokusila langaphezulu,+ kuba kukuthimba umphefumlo njengesibambiso oko.
39 Ukuba isiqhamo sawo ndisidle ngaphandle kwemali,+Nomphefumlo wabanini bawo ndiwubangele wakhefuzela,+