Mateyu 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ke musani ukuboyika; kuba akukho nto igqutyuthelweyo ingayi kutyhileka, nemfihlelo engayi kwaziwa.+ Luka 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa akukho nto ifihlwe ngenyameko engayi kutyhilwa, neyimfihlelo engayi kwaziwa.+ 1 Korinte 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+ 1 Timoti 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+
26 Ngoko ke musani ukuboyika; kuba akukho nto igqutyuthelweyo ingayi kutyhileka, nemfihlelo engayi kwaziwa.+
5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+
24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+