INdumiso 94:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Qondani, nina bangaqiqiyo phakathi kwabantu;+Nina ke ziyathandini, niya kuba nayo nini na ingqiqo?+ Luka 19:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 esithi: “Akwaba wena, wena kanye, ubuziqondile+ ngale mini izinto ezinento yokwenza noxolo—kodwa ngoku zifihliwe emehlweni akho.+
8 Qondani, nina bangaqiqiyo phakathi kwabantu;+Nina ke ziyathandini, niya kuba nayo nini na ingqiqo?+
42 esithi: “Akwaba wena, wena kanye, ubuziqondile+ ngale mini izinto ezinento yokwenza noxolo—kodwa ngoku zifihliwe emehlweni akho.+