IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Imilebe yezilumko ichithachitha ukwazi,+ kodwa intliziyo yeziyatha ayinjalo.+

  • Isaya 50:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 INkosi enguMongami uYehova indinike ulwimi lwabafundileyo,+ ukuze ndiyazi indlela yokuphendula odiniweyo ngelizwi.+ Iyandivusa iintsasa ngeentsasa; iyayivusa indlebe yam ukuze ive njengabafundileyo.+

  • Luka 4:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Bonke banikela ubungqina obuhle ngaye, bamangaliswa ngamazwi amnandi+ awayephuma emlonyeni wakhe, yaye babesithi: “Lo ngunyana kaYosefu, akunjalo?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share