Eksodus 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wathi uYehova kuye: “Ngubani na owenze umlomo womntu nowenze isimumu okanye isithulu okanye obona kakuhle okanye imfama? Asindim na, mna Yehova?+ Yeremiya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova ke wolula isandla sakhe waza wachukumisa ngaso umlomo wam.+ Wandula ke uYehova wathi kum: “Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.+ Yohane 7:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Amagosa aphendula athi: “Akuzange kubekho omnye umntu othetha njengalo.”+
11 Wathi uYehova kuye: “Ngubani na owenze umlomo womntu nowenze isimumu okanye isithulu okanye obona kakuhle okanye imfama? Asindim na, mna Yehova?+
9 UYehova ke wolula isandla sakhe waza wachukumisa ngaso umlomo wam.+ Wandula ke uYehova wathi kum: “Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.+