INdumiso 63:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukumkani uya kuba nemihlali ngoThixo.+Wonke ubani ofunga ngaye uya kuqhayisa,+Kuba umlomo wabo bathetha ubuxoki uya kuvingcwa.+
11 Ukumkani uya kuba nemihlali ngoThixo.+Wonke ubani ofunga ngaye uya kuqhayisa,+Kuba umlomo wabo bathetha ubuxoki uya kuvingcwa.+