Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ Isaya 45:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndizifungile+—kuphume ilizwi emlonyeni wam ngobulungisa,+ kangangokuba aliyi kubuya+—ukuba onke amadolo aya kugoba kum,+ zonke iilwimi ziya kufunga,+
23 Ndizifungile+—kuphume ilizwi emlonyeni wam ngobulungisa,+ kangangokuba aliyi kubuya+—ukuba onke amadolo aya kugoba kum,+ zonke iilwimi ziya kufunga,+