Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+ Mateyu 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 kuba asinini abathethayo, kodwa ngumoya kaYihlo othetha ngani.+ Yohane 6:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Kubhaliwe ebaProfetini kwathiwa, ‘Kwaye bonke baya kufundiswa nguYehova.’+ Wonk’ ubani omvileyo uBawo waza wafunda uyeza kum.+
45 Kubhaliwe ebaProfetini kwathiwa, ‘Kwaye bonke baya kufundiswa nguYehova.’+ Wonk’ ubani omvileyo uBawo waza wafunda uyeza kum.+