IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Uya kubangela abalulamileyo bahambe kwimimiselo yakhe,+

      Yaye abalulamileyo uya kubafundisa indlela yakhe.+

  • Yeremiya 31:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Abayi kuba safundisana ngamnye iqabane lakhe nomnye umntakwabo,+ besithi, ‘Mazini uYehova!’+ kuba bonke baya kundazi, ukususela koyena mncinane nokusa koyena mkhulu kubo,”+ utsho uYehova. “Kuba ndiya kusixolela isiphoso sabo, nesono sabo andiyi kuba sasikhumbula.”+

  • Yohane 6:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kubhaliwe ebaProfetini kwathiwa, ‘Kwaye bonke baya kufundiswa nguYehova.’+ Wonk’ ubani omvileyo uBawo waza wafunda uyeza kum.+

  • Hebhere 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Kuba nguwo lo umnqophiso endiya kunqophisana ngawo nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,’ utsho uYehova. ‘Ndiza kuyibeka imithetho yam engqondweni yabo, ndize ndiyibhale ezintliziyweni zabo.+ Yaye ndiza kuba nguThixo wabo,+ bona babe ngabantu bam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share