IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 37:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Suka kokubi wenze okulungileyo,+

      Uze uhlale ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • IMizekeliso 10:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ubuncwane bongendawo abuyi kuba yingenelo,+ kodwa ubulungisa buya kusindisa ekufeni.+

  • IMizekeliso 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukukhunjulwa kwelungisa kuyintsikelelo,+ kodwa igama labakhohlakeleyo liya kubola.+

  • Habhakuki 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Khangela! Umphefumlo wakhe ukhukhumele;+ awuthanga tye ngaphakathi kuye. Kodwa lowo ulilungisa, ngokuthembeka kwakhe uya kuqhubeka ephila.+

  • Roma 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ukuze kuthini? Ukuze, kanye njengokuba isono salawula njengokumkani ngokufa,+ ngokunjalo nabo ububele obungasifanelanga+ bulawule njengokumkani ngobulungisa ngokubhekisele kubomi obungunaphakade+ ngoYesu Kristu iNkosi yethu.

  • 1 Petros 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba, “lowo uthanda ukufumana ubomi nokubona imihla elungileyo,+ makathintele ulwimi lwakhe+ kokubi nemilebe yakhe ekuthetheni inkohliso,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share