IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 31:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke uyihlo undikhohlisile waza nomvuzo wam wawutshintsha kalishumi, kodwa uThixo akamvumelanga ukuba andenzakalise.+

  • Yeremiya 39:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Kuba nakanjani na ndiya kukusindisa, yaye akuyi kuwa ngekrele; ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakho umphefumlo wakho,+ ngenxa yokuba ukholose ngam,’+ utsho uYehova.”

  • Yeremiya 40:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku, khangela! ndiyakukhulula namhlanje le mixokelelwane isezandleni zakho. Ukuba kulungile emehlweni akho ukuza nam eBhabhiloni, yiza, yaye ndiya kulimisa iliso lam kuwe.+ Kodwa ukuba kubi emehlweni akho ukuza nam eBhabhiloni, yeka. Khawubone! Ilizwe liphela liphambi kwakho. Naphi na apho kulungileyo yaye kufanelekileyo emehlweni akho ukuya, yiya apho.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share